﻿

Isicelo se phepha-mvume lokuqhuba

Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Iphepha-mvume lokuqhuba linika umntu igunya lokuqhuba imoto. Eli phepha-mvume liqulethe: Inkcukacha ezixela ukba umqhubi ukulungele ukuhamba endleleni. Kufuneka ukuba ube neminyaka elishumi elinesibhozo  nangaphezulu ukze ukwazi ukwenza esi sicelo.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Dibana nendawo yovavanyolwa maphephe-mvume okuqhuba ekufuphi nawe.
Gcwalisa ifomu  endaweni yovavanyo lwa maphepha-mvume okuqhuba.
Yiza nalamaxwebhu alandelayo:

iphepha-mvume lokufunda ukuqhuba
incwadi yesaziso sakho okanye incwadi yokundwendwela
ifoto ezine  ezimnyama namhlophe.

Ushicicelo lweminwe lwenziwa kwakulendawo.
Uvavanyo lwamehlo luzakwenziwa ngaphambi kokubhaliswa kosuku lokuvavanyelwa iphepha-mvume lokuqhuba .
Bhatala imali emisiweyo.

Entla

Umthetho osetyenziswayo



National Road Traffic Act, 1996  

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Isicelo siqulunqwa kwangolosuku ube sele unikwa usuku lovavanyo.

Entla

Iindleko

