






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezothutho > Izithuthi Zabantu Abaneemfuno Ezizodwa

IZITHUTHI ZABANTU ABANEEMFUNO EZIZODWA

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Iinkcukacha Zezothutho Ngabo Bangevayo
UMaspala waseKapa waseka iNkonzo yeZothutho loLuntu elungiselelwe izithulu. Oku kujika abantu ananengxaki yokungeva kakuhle ngeendlebe ukuba bafumane iinkcukacha malunga nezothutho, umzekelo: amaxesha okuhamba kweebhasi, iindlela ezihamba ngazo kwakunye nezikhululo eziya kuzo, oko bekufumana ngokutsalela kwiminxeba yakwaTelkom kusetyenziswa isixhobo esincedisa ukumamela ekuthiwa yiTeldem. Ezi nkcukacha zifumaneka ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Iinkonzo Zothutho Ezizodwa zeDial-A-Ride
Inkonzo yothutho yeDial-a-Ride ilunguselelwe abantu abangenakho ukukwazi ukusebenzisa ezinye iindlela zothutho ngenxa yeemfuno zabo ezizodwa. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 27 uNovemba 2007



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





