Isicelo sepemethe yokusebenza enqanaweni (elwandle)
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sepemethe yokusebenza enqanaweni elwandle
Ipemethe yomntu ocela ukukhuselwa ngumbuso
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Ukuya kuhala okanye ukutyelela eMazantsi Afrika
Ukuhlala ixeshana elifutshane
Isicelo sepemethe yokusebenza enqanaweni elwandle
Isicelo sepemethe yokusebenza enqanaweni (elwandle)
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ipemethe yokusebenza enqanaweni inikwa umntu welizwe langaphandle ongomnye wabasebenzi basenqanaweni. Ipemethe yokusebenza enqanaweni ikhutshelwa ithuba elingagqithiyo kwiinyanga ezintathu ngexesha. Izicelo zingenziwa kwisango lokungena eMzantsi Afrika.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Veza incwadi yesicelo esuka kumnikazi wenqanawa, kwaye ibandakanye isibhengezo sesithembiso sokuthabatha uxanduva lokuhambisana kwaloo mntu noMthetho wokuNgena eLizweni (Immigration Act, 2002).
Hambisa ubungqina bokubanako ngokwaneleyo komnikazi wenqanawa ngokuphathelelene nemali yokujongana neemfuno zemihla ngemihla kunye neendleko zonyango.
Hlawula idipozithi ukubangaba oko kubonwe kuyimfuneko liSebe lezeKhaya, ukuze uqinisekise ukuhambisana neemeko nemiqathango yepemethe yokusebenza enqanaweni. Loo dipozithi iyakubuyiselwa kuwe emva kokuba umke umphelo okanye emva kokuba unikwe ipemethe. Intlawulo yedipozithi ingenziwa ngetshekhi eqinisekiswe yibhanki okanye ngekhadi lemboleko yekhredithi kwindawo eneziko elilungiselelwe loo ndlela yokuhlawula.
Hambisa ubungqina bentlawulo ebingekakhutshwa yayo nayiphina intlawuliso yesohlwayo (ifayini) esiwiselwe isithuthi.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Izicelo zithabatha ixesha elingagqithanga kwiintsuku ezingama 30.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
