






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezotyelelo & Nezohambo > Ukuqala & Ukhulise Ishishini Lakho

UKUQALA & UKHULISE ISHISHINI LAKHO

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


IDesika yoNcedo lwabaRhwebi kwezoKhenketho
INkqubo yeDesika yoNcedo kwezoKhenketho iqaliselwe ukunikezela uncedo kubarhwebi kwezokhenketho. IDesika yoNcedo nganye kwezoKhenketho iphawula ngokudlamkileyo amathuba kunye nabarhwebi ekuqaliseni ukukhula kwezoKhenketho kwii-SMME ingakumbi kwimimandla esemaphandleni. Olu ncedo lulandelayo luya nikezelwa: Kugcinwe incwadi enoluhlu lwamagama abanikezeli benkxaso, amathuba oshishino, amathuba enkxaso-mali kunye neqela labalamli abanolwazi ngoku ... &nbsp;&gt;&nbsp;


INkqubo Yokushishina NgezoKhenketho (TEP)
INkqubo Yokushishina ngezoKhenketho (TEP) linyathelo lokuqala leNgxowa-mali yezoShishino. Le nkqubo izalisekiswa ziinkampani nabantu abaqeshelwe oko leli phondo. &nbsp;&gt;&nbsp;


ISicelo seeMpawu zezoKhenketho eziNdleleni
Ungasenza isicelo seemphawu zezokhenketho ukuba zimiselwe kufutshane nesibonelelo sakho sokhenketho. Iindidi ezintathu zesi sibonelelo zingasetyenziswa:Isibonelelo sokhenketho esiqulethe umtsalane kubakhenkethi, iinkonzo zokhenketho, indawo yokuhlala kunye neziganeko ezizodwa. Isibonelelo senkonzo yoluntu okanye inkonzo yoluntu jikelele equlethe izinto ezenza izihamba-ndlela ezininzi (ezinjengeziko lentengiso kummandla) kunye nezinto ezenza izihamba-ndlela ... &nbsp;&gt;&nbsp;


UBhaliso kuLuhlu Oluneenkukacha zoShishino lwabaMnyama
ISebe leMicimbi yeNdalo esiNgqongileyo noKhenketho kwiNkqubo yeShishini lezoKhenketho (TEP) lithabatha inxaxheba kwisiseko soluhlu oluneenkcukacha zoshishino lwabamnyama ngokusebenzisana noKhenketho eMzantsi Afrika. Olu luhlu luneenkcukacha luya kuqinisekisa ukuba la mashishini kuyashishinwa ngawo, ukuba afumana amanyathelo afanelekileyo kulwakhiwo lwezikhundla kwakunye nokuba afumana amathuba afanelekileyo kurhulumente. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 4 uMeyi 2005



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





