






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ubomi & Nosapho > Umtshato/Ukwaphulwa Komtshato

UMTSHATO/UKWAPHULWA KOMTSHATO

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Khangela Ubume Bakho Bomtshato
ISebe Lemicimbi Yekhaya laphehlelela ngokusesikweni inkonzo yekhompyutha yokuqinisekiswa kobume bomtshato njengengxenyeyePhulo Lokuqinisekisa Ubume Bakho Bomtshato elaphehlelelwa ngokusesikweni ekuqaleni kwenyanga yeThupha.Le nkonzo ivulelwe ukunceda ekuthinteleni nasekuvezeni iimeko apho abemi boMzantsi Afrika batshatiswa bengazi kubemi bamanye amazwe. Amaqabane la asuka kumanye amazwe asebenzisa umtshato ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukufaka Isicelo Sesiqinisekiso Somtshato
Xa utshata, unikwa isiqinisekiso somtshato esingahlawulelwayo. Ukuba ufuna ukufumana esinye isiqinisekiso somtshato ngosuku olusezayo, kufuneka:Kufuneka ugcwalise iphetshana lesicelo u-BI-13, Ulifake kwi-ofisi ekufutshane nawe yeSebe Lemicimbi yeKhaya, Unikezele intlawulo. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukufumana Imvume Yokuba Utshate Xa Ungaphantsi Kobudala Obuvumelekileyo
Amakhwenkwe angaphantsi kwe-18 leminyaka ubudala kunye namantombazana angaphantsi kwe-15 ubudala abanakutshata ngaphandle kwemvume yabucala yaye nabani na ongaphantsi kwama-21eminyaka ubudala unokufumana imvume yabazali bakhe phambi kokuba abe uyatshata. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukuqhawula Umtshato
Izibini ezitshatileyo zingawuphelisa umtshato ngokuthi ziwuqhawule. Oku kuphelisa umtshato yaye abantu abaqhawule banokutshata kwakhona ngokusemthethweni. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 14 uAgasti 2008



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





