






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezezindlu > Ukuthenga & Nokuba Nekhaya Elilelakho

UKUTHENGA & NOKUBA NEKHAYA ELILELAKHO

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Amalungelo Obunini: Ubungqina Bokuba Ngumnini-mhlaba
Xa uthenga umhlaba, kufuneka ufumane ubungqina boko ngokuthi loo mhlaba ubhaliswe egameni lakho. Eli lungelo lobunini ke libubungqina bokuba ngokwenene unguye umnini walo mhlaba. Uya kudinga uncedo lwegqwetha kwimicimbi yempahla nemihlaba ukuze likuncedise kwinkqubo yokudluliselwa kwalo mhlaba egameni lakho. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 4 uJanuwari 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





