






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezempilo > Impilo Yengqondo

IMPILO YENGQONDO

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Iinkonzo Zononophelo Lwempilo Yengqondo
Zikho iinkonzo zabantwana nabantu abakhulu abazizigulane ezilaliswayo nezingalaliswayo, nkonzo ezo zifumaneka ngamaxesha apho ezo zigulane zilufuna kakhulu unyango naxa kukho imfuneko yokuba zinyangelwe bucala ukudlula kumaziko onyango lokuqala. &nbsp;&gt;&nbsp;


IiNkonzo Zonyango Lwenqanaba Lokuqala Lwabagula Ngengqondo
Iinkonzo zempilo zonyango lwenqanaba lokuqala zixilonga zigonye ze zinyange izifo zengqondo eziqhelekileyo, futhi zenza namalungiselelo okuthumela iingxaki zempilo yengqondo ezinobunzima kumanqanaba afanele oko empilo yengqondo. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukuncedwa kwabasebenzisa iziyobisi ngokugqithisileyo
Zikho iinkonzo zasekuhlaleni zonyango lokuqala nonyango lwasesibhedlele lwabantwana, abafikisayo ebuntwini nabantu abakhulu abaneengxaki zokusebenzisa iziyobisi ngokugqithisileyo. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 12 uJulayi 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





