






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezempilo > Imveku & Nomntwana

IMVEKU & NOMNTWANA

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Inkonzo Ehlanganisiweyo Yolawulo Lwezigulo Zabantwana
ULawulo oluHlanganyelweyo lweziGulo zaBantwana lusekwe liCandelo lezeMpilo yaBantwana noPhuhliso, loMbutho wezeMpilo kaZwelonke kunye neUNICEF. Le Nkonzo ithe yaziswa kumazwe angaphezulu kwama-30 kulo lonke eli limiweyo ukujongana nokugula kwanokufa kwabantwana abangaphantsi kweminyaka emihlanu. Obu buchule bugxile kumntwana ephelele, andaweni yokuqwalasela isifo esinye okanye imeko enye. Abantwana ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Unyango lwabantwana abaphethwe gadalala
Le nkonzo ijolise ekuchongeni nasekunyangeni abantwana ukusekela ekuzalweni ukuya kutsho kwiminyaka eli-14 ubudala, abebephatheke gadalala ngokwasemzimbeni, ngokwesondo nangokwasemphefumlweni, kwanabo bangahoyekanga. Abantwana ekurhaneleka ukuba bakhe baphathwa gadalala, bangasiwa kwikliniki yonyango apho baya kuxilongwa khona ukuqonda isifo abanaso, baze bafumane iingcebiso malunga naso. Umongikazi wasekliniki okanye ugqirha ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Uvavanyo Nokuqwalaselwa Kokukhula Kwabantwana
Oomama/abagcini babantwana bayacetyiswa ukuba base iintsana zabo ezisandul' ukuzalwa kwiikliniki zononophelo lwesigaba sokuqala ukuze ziye kuhlolwa njengesiqhelo.Ukuphuhla, Ukukhula ukuhlolwa kokuphuhla komntwana kwenziwa njengento yesiqhelo ngamaxesha okutyelelwa kweklinikhi ukuza kugonywa. Ukuhlolelwa ukukhubazeka okubonakala ngokuphujla komntwana kuvela amatyeli amathathu, xa umntwana ... &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 13 uDisemba 2005



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





