﻿






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezempilo > Ulawulo, Iintlawulo & Neerhafu

ULAWULO, IINTLAWULO & NEERHAFU

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Ukubhalisa iSibhedlele Sabucala
Sonke isibhedlele sabucala okanye indawo esebenza ngezigulane enganxulumenanga nekawonke-wonke kufuneka ibhalisiwe. Xa oko kwenziwe iSebe lezeMpilo liza kunikezela ngesiqinisekiso sokubhaliswa kumnini weso sibhedlele, ekufuneka sihlaziywe phambi komhla wama-31 kweyoMnga wonyaka ngamnye. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 23 uMatshi 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





