






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ushishino & Noqoqosho > Uphuhliso Loqoqosho Lwabamnyama

UPHUHLISO LOQOQOSHO LWABAMNYAMA

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


IiNkqubo zeNkxaso yokuXhobisa uQoqosho lwabaMnyama
Kukho iindidi ngeendidi zeenkonzo zenkxaso ezikhoyo ukunceda amashishini avelayo. &nbsp;&gt;&nbsp;


Inkqubo Yophuhliso Lwababoneleli Kumashishini Amnyama
Inkqubo Yophuhliso Lwababoneleli Kumashishini Amnyama yeSebe Leentengiso Norhwebo yinkqubo engu-80:20 yokwabelana ngeendleko kumashishini aphantsi kwabanini abamnyama, ngenkxaso-mali efikelela kwi-R100,000. Le nkqubo ke ikwabonelela nangeenkonzo zophuhliso lwamashishini ngenjongo yokunceda iinkampani ziphucule izakhono zazo ze zisebenze ngcono. Ukuze ibe nokufikelela, inkampani kufuneka -mpany must: Ibe kanti inezabelo ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Isicelo Senkxaso kwiNgxowa-mali Yophuhliso Lweziswe
Le nkonzo ichaza imisebenzi yeNgxowa-mali Yesizwe Yophuhliso kwanokuba zingafikeleleka njani ezinye iinkonzo zayo. Ifanele ingakumbi umntu osaqala phantsi ishishini, kodwa ke zikwakho neenkonzo ezifanele nezinokuba lulutho kwiinkampani namashishini amakhulu. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukunikezela Ingxelo Ngenkohliso Eyenziwa Ziinkampani
Urhulumente unomgaqo-nkqubo wokunikezela ngamathuba eethenda kwiinkampani ezithile. Oko ke kukuthi urhulumente uthathela ingqalelo eminye imiba engeloxabiso xa anikezela ngethenda. Ukuba inkampani ethile ithi iziveze njengenkampani yenkqubo yophuhliso loqoqosho lwabamnyama, ngelixa ingekho phantsi kwabalawuli abamnyama, le nkampani inetyala "lokukhohlisa". &nbsp;&gt;&nbsp;


Uphuhliso Lwamashishini Asakhulayo
Inkqubo Yemisebenzi Yoluntu Esekelwe Kuluntu Ekuhlaleni, isetyana kwiSebe lephondo leZothutho neMisebenzi Yoluntu, inenkonzo eyenzele ukunceda amashishini amancinci ukuya kutsho kwasakhulayo ngokuwanceda afumane amava kwaneengcebiso ... &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 7 uAgasti 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





