Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Ipemethe yokusebenza yezakhono ezikhetheke zodwa
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Ukuya kuhala okanye ukutyelela eMazantsi Afrika
Ingqesho
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Abaqashi kufuneka batyikitye (basayine) isibhengezo kwaye bagximfize isitampu senkampani.
Ukubangaba asikho isitampu, ingqesho kufuneka ingqinwe ngencwadi esecaleni ekwisihloko esigunyazisiweyo senkampani.
Hambisa isatifiketi esiphuma emapoliseni esiqinisekisa ubume obumsulwa (ukubangaba zange usihambise ngokuya wawufaka isicelo sokuqala).
Hambisa ikopi yekhontrakthi egunyazisiweyo yengqesho.
Ukubangaba kuyabandakanyeka, hambisa ubungqina bobhaliso kwiqumrhu elifanelekileyo lobuchule boqeqesho.
Veza imiba ebonisa izicwangciso zomenzi-sicelo zexesha elizayo.
Hambisa ingxelo yenkqubela engqina ukuba abemi baseMzantsi Afrika okanye abahlali abasisigxina baqeqeshiwe okanye bayaqeqeshwa.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Izicelo zingathabatha ixesha elifikelela kwiintsuku ezingama 30.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
