﻿






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Amaphulo > ULwaphulo-mthetho, uMthetho NoBulungisa > Ukhuseleko Ekuhlaleni

UKHUSELEKO EKUHLALENI

Imisebenzi kaRhulumente, idweliswa ngokwamabakala.


iBambanani Against Crime - Ikhaya Elikhuselekileyo Kuthi Sonke Kwezi Holide Zokuphela Konyaka
Eli phulo lijolise: ekuhlaleni - ngokuthi kuthunyelwe amagosa okhuselo kwiingingqi zokuhlala ezinobungozi kakhulu kwanokubeka ixesha lokuvalwa kweendawo ezithengisa nekuselelwa kuzo utywala, iilwandle - ngokunyanzeliswa kokuvalwa kokuselwa kotywala kwanokongeza ukhuseleko kwiilwandle nokwenza amalungiselelo eentshukumo zokuzonwabisa, oololiwe - ngokongezwa kokhuseleko, kuquka nokukhangelwa kwezikhali nezinye izinto ezinobungozi rhoqo ... &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 10 uDisemba 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





