﻿
Isicelo sokucima ukubhalisa kwemoto
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Umnikazi wemoto angalucima ubhaliso lwemoto xa ingasahambi emgaqweni kawonke–wonke okanye ikhutshiwe endleleni.ngokungenasiphelo.

Xa kuphela iminyaka emine imoto ingena phepha-mvume, amagosa endlela akhupha isitifiketi sokuyicima lo moto endleleni.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Gcwalisa ifom e ofisini lamagosa endlela.
Nikezela ngezi nkcukacha zilandelayo:

incwadi yesaziso eqinisekisiweyo
ikopi eqinisekisiweyo yobunini moto
isitifiketi sobhaliso semoto.


Entla

Umthetho osetyenziswayo



National Road Traffic Act, 1996  

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Kungathabatha itsuku ezimbini kuphonononga isicelo.

Entla

Iindleko

Le nkonzo ayi hlawulelwa.

Entla

Iifom ezigcwaliswayo

Motor Vehicle Registration, MVR1A .
Application for deregistration of vehicle, ADV .

Ama fomu ayafumaneka kwi ofisi yamagosa endlela.

Entla

Iinkcukacha zonxulumano


