Isicelo sokunikwa isatifiketi esibonisa ukuphila nokucoceka
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokunikwa isatifiketi esibonisa ukuphila n
Ukuthumela iintlanzi kumazwi angaphandle
Isicelo sokuthumela ngaphandle kwelizwe iinciniba
Isicelo sepemethe yokuthumela impahla nezinto kuma
Ukubhaliswa kwamaziko okuthumela izilwanyana kumaz
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zokungenisa impahla nezinto kweli lizwe k
Isicelo sepemethe yokuthumela impahla nezinto kuma
Isicelo sokunikwa isatifiketi esibonisa ukuphila n
Isicelo sokunikwa isatifiketi esibonisa ukuphila nokucoceka sokuthumela izityalo kunye neemveliso zezityalo kumazwe angaphandle
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Ngokuhlangana ne-NPPO yaseMzantsi Afrika, qonda ukuba unako na okanye awunako ukuhambisana nemiqathango yokungenisa yelizwe elingenisayo.
Ezi mpahla kufuneka zithunyelwe kwilizwe langaphandle kwisithuba seentsuku ezili 14 zokuhlolwa kokugqibela.
Isatifiketi esiluqobo lwaso sokubonisa ukuphila nokucoceka kufanele sihambe nezi mpahla.
Xa izityalo neemveliso zezityalo zifika kwisango lokungena kwilizwe elingenisayo, abahloli bezityalo be-NPPO yelizwe elingenisayo bayakuzivalela ezi zityalo ukuze zivavanywe kwaye zihlolwe.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Ixesha elithatyathwayo ukuze kukhutshwe isatifiketi esibonisa ukuphila nokucoceka lixhomekeke kwisivumelwano sokuthumela ngaphandle (export protocol) kwimveliso ethile nakwilizwe elithile.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
ISebe lezoLimo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
