Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Ukunikwa enye ipaspoti xa ilahlekile ibiwe
Isicelo sencwadi yokundwendwela
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukumka eMzantsi Afrika
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ipaspoti yomntwana yincwadi efunekayo ukuze umntwana ahambele kwelinye ilizwe. Ipaspoti yomntwana ikhutshelwa abantwana baseMzantsi Afrika abangaphantsi kweminyaka eli 16 ubudala. Iyasebenza kuwo wonke amazwe ahanjelwayo, ngaphandle kokuba kugunyaziswe ngolunye uhlobo. Isebenza iminyaka emi 5 ukusukela kumhla wokukhutshwa kwayo.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Hambisa isatifiketi sokuzalwa somntwana.
Khupha iifoto zomntwana ezimbini zepaspoti, zakutshanje.
Akunyatheliswa minwe.
Kufuneka imvume yabazali bobabini okanye abalondolozi phambi kokuba umntwana anikwe ipaspoti.
Khupha isatifiketi sokubhubha ukubangaba omnye wabazali akasekho.
Phantsi kweemeko ezithile (ukungabikho komzali) xa kungakwazeki ukuba loo mzali anike imvume kwifom yesicelo, makufunyanwe imvume ebhalwe encwadini kulo mzali ungekhoyo.
Kwiimeko apho umzali alayo ukunika imvume, inkundla ejongene nemibandela elolu hlobo, mayenze isigqibo ngalo mba. Ikopi yomyalelo obandakanyekayo wenkundla mayihanjiswe nale fom yesicelo sepaspoti.
Ukubangaba abazali baqhawule umtshato (badivosile), kufuneka imvume yabo bobabini abazali, ngaphandle kokuba umyalelo wenkundla uchaza ngenye indlela (oko kukuthi, ubulondolozi bomntu omnye bunikwe umzali omnye).
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
