﻿
Isicelo sepemethe yokuhlala isigxina – iimbacu
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Le nkonzo isebenziseka kumntu ovunyiweyo njengembacu eMzantsi Afrika. Izicelo zingenziwa kwi-ofisi ekufuphi yezeKhaya kwiphondo ohlala kulo. Kufuneka ube ubunobume obuqhubekayo bobumbacu iminyaka emihlanu ukuze wenze isicelo.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Fumana uqinisekiso kwiKomiti eMiyo yeMibandela yeeMbacu oluchaza ukuba ngahle uhlale uyimbacu okokoko.
Hambisa incwadi ebhaliweyo nefungelweyo  malunga nawo onke amagama asetyenziswa nguwe.
Gcwalisa ifom yesicelo ekuthiwa yi BI-947 kunye ne BI-29E.

Entla

Umthetho osetyenziswayo



Immigration Act, 2002  

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Akukho xesha libekiweyo kule nkonzo.

Entla

Iindleko

R1 520

Entla

Iifom ezigcwaliswayo

Application for permanent residence permit, BI-947 

Power of attorney in respect of an application for a temporary or permanent residence permit, BI-29E 


Isixwayiso: Amafom awafumaneki kwi-internet. Nceda uqhagamshelane neofisi yesebe ekufutshane nawe

Entla

Iinkcukacha zonxulumano


