Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Ukuhlala eMzantsi Afrika
Imfundo
Isicelo sepemethe yenkqubo yokutshintshiselana ngabafundi
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ipemethe yenkqubo yokutshintshiselana ngabafundi yipemethe enikwa umfundi welizwe langaphandle ekufanele athabathe inxaxheba kwiprojekthi okanye kwinkqubo ethile kwiziko lemfundo laseMzantsi Afrika elikwinqanaba lesithathu (imfundo ephakamileyo, umzekelo, iyunivesiti okanye iyunivesiti yobuchwepheshe.)
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Yenza isicelo kwindlu yozakuzo yaseMzantsi Afrika okanye kwiziko elimele uMzantsi Afrika.
Hambisa incwadi esuka kwiSebe leMfundo okanye kwiziko loluntu lemfundo ephakamileyo eMzantsi Afrika:
o engqina ukuba eli ziko lilo eliququzelela okanye eliphethe le nkqubo o echaza imisebenzi yale nkqubo kunye nexesha eliyakuthatyathwa yile nkqubo o engqina ukuba eli ziko liyakuthabatha uxanduva olupheleleyo malunga nalo mfundi ngelixa ekwiRiphabhlikhi kwaye umfundi wamkelelwe ukuba abhaliswe.
Hambisa incwadi esuka kwiziko elithile lelizwe langaphandle:
o engqina iinkcukacha zomfundi, kubandakanywa ubhaliso lomfundi kwiziko lemfundo ekwinqanaba lesithathu kwilizwe langaphandle o engqinaumhla eyakuqala ngawo le nkqubo eMzantsi Afrika.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
