
Isicelo sencwadi yokundwendwela
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Incwadi yokundwendwela inikwa abenzi-zicelo abanemvume yokuhlala isigxina, kodwa bengenako ukufumana ipaspoti kumazwe abavela kuwo, okanye inikwa abantu abangenambuso okanye iimbacu.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Gcwalisa ifom yesicelo ekuthiwa yi BI-73 kuyo nayiphina i-ofisi yezeKhaya yaseMzantsi Afrika. Yenza isicelo kwiNdlu yoZakuzo yaseMzantsi Afrika okanye kwiZiko eliMele uMzantsi Afrika ukubangaba wenza isicelo ukwilizwe langaphandle.
Veza ubungqina bemvume yokuhlala isigxina xa usenza isicelo.
Nyathelisa iminwe  ukuze ifakwe kuvimba woBhaliso lweNani neeNkcukacha zaBantu .
Hambisa iifoto ezimbini ezilingana kwipaspoti.

Entla

Umthetho osetyenziswayo



South African Passports and Travel Documents Act, 1994  

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Le nkonzo ingathabatha ixesha elifikelela kwiiveki ezi 6.

Entla

Iindleko

R128

Entla

Iifom ezigcwaliswayo



BI-73 

Entla

Iinkcukacha zonxulumano


