﻿
Isicelo sokulungisa inkcazelo yequmrhu
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Ukubangaba ishishini lifuna ukuguqula inkcazelo kubhaliso lweshishini, ngokomthetho kufuneka ligcwalise ifom ebandakanyekayo. Yinkcazelo eqingqiweyo kuphela engaguqulwa ngaphandle kokuthumela ifom.

Ukuze ufumane inkcazelo ebanzi, yiya Companies and Intellectual Property Registration Office.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Yenza izilungiso kwingcaciso karhulumente epapashiweyo engamaxwebhu emalunga nezikolo, amacandelo namasebe ngonxibelelwano lwekhompyutha.

Entla

Umthetho osetyenziswayo

Companies Act, 1973  UmThetho weeNkampani

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Ukugcwalisa ifom yesicelo kwi-online ukuze ubhalise akusoze kwenze ukuba uvumeleke nje ngokuzenzekelayo ukuba ufikelele kunxibelelwano lobuxhakaxhaka bomatshini obukuvumela ukuba wenze iinguqu kwinkcazelo yeshishini lakho. Ukuvunywa kobhaliso lwakho kuthabatha usuku okanye iintsuku ezimbini, kwaye ke uya kukwazi ukwenza iinguqu kuphela emva kokuba uvunyiwe.

Entla

Iindleko

Le nkonzo ayihlawulelwa.

Entla

Iifom ezigcwaliswayo

Yenza izilungiso kwingcaciso karhulumente epapashiweyo engamaxwebhu emalunga nezikolo, amacandelo namasebe ngonxibelelwano lwekhompyutha.

Entla

Iinkcukacha zonxulumano


