Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sepemethe umntu oneshishini lakhe
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Ukuya kuhala okanye ukutyelela eMazantsi Afrika
Ishishini
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ipemethe yeshishini yipemethe enikwa umntu welizwe langaphandle ojonge ukuseka okanye ukutyala imali kwishishini eMzantsi Afrika. Yenza isicelo kwindlu yozakuzo yaseMzantsi Afrika, kwiziko elimele uMzantsi Afrika okanye kwi-ofisi yezeKhaya ekufuphi kwindawo ozakuseka kuyo ishishini.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Kufuneka:
ubenemali eyikhetshi esisiseko sobuncinane obuyi R2,5 million okanye okungenani imali eyikhetshi eyi R2 million kunye negalelo lobutyebi onabo obuxabisa iR500 000. Le mali ichazwe ngasentla kufuneka ivele kwilizwe langaphandle kwaye kufuneka ifumaneke njengenxenye yexabiso lempahla elibhalwe kwiincwadi zeshishini
isatifiketi esiphuma emapoliseni esiqinisekisa ubume obumsulwa, esivela kuwo onke amazwe oke wena nomlingane wakho nahlala kuwo ukusukela kwiminyaka yobudala eli 18 nezabo bonke abantwana abaxhomekeke kuwe abaneminyaka yobudala eli 18 okanye nangaphezulu abazakubanawe ngelilixa ukweli lizwe isatifiketi sokugonyelwa i-yellow fever ukubangaba uhamba okanye ujonge ukuhamba ukusuka okanye ukunqumla kummandla othandwa yi-yellow fever idipozithi yeenjongo zokubuyiselwa kwilizwe ovela kulo exabisa itikiti elinye lokuya nokubuya ngenqwelomoya kwilizwe ovela kulo okanye ohlala kulo isigxina: Loo dipozithi iyakubuyiswa emva kokumka kwakho umphelo okanye emva kokuba unikwe ipemethe. Idipozithi ingahlawulwa ngetshekhi eqinisekiswe yibhanki okanye ngekhadi lemboleko yekhredithi kwindawo eneziko elilungiselelwe loo ndlela yokuhlawula
iingxelo zonyango neze-eksreyi zomenzi-sicelo ngamnye. Abantwana abaneminyaka yobudala engaphantsi kwe 12 kunye nabasetyhini abakhulelweyo, abayikufuneka ukuba babeneengxelo ze-eksreyi.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Akukho xesha libekiweyo kule nkonzo.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
