






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezolimo > Umhlaba & Nezixhobo > Iinkonzo zonkcenkceshelo

Iinkonzo zonkcenkceshelo




INKCAZELO:

Icandelwana lonkcenkceshelo kwiCandelo loLawulo lwezobuNjineli bezoLimo linikezela ngengcebiso nezikhokelo zokunceda abo bangabankcenkcesheli ukuba amanzi bawasebenzise ngendlela enocikizeko. Ezi ngcebiso ke nezi zikhokelo zibandakanya nokuhlolwa kwendlela ezicwangciswe ngayo izinto zokunkcenkceshela kwakunye nokuzihlola indlela ezisebenza ngayo phaya emasimini ezi zinto zokunkcenkceshela, khona ukuze kuqinisekiswe ukuba ziyahambelana nemigangatho ethile yokusebenza ebekiweyo. Eyona ndawo iphambili kweli candelwana kukuqhutywa kwamaphulo okufundisa ngeendlela zokusetyenziswa kwamanzi ngendlela efanelekileyo nenempumelelo.Kananjalo kuye kuqhutywe novandlakanyo olujoliswe ekukhangeleni ukuba afumaneka kangakanani na amanzi okunkcenkceshela kwimisebenzi yamafama amancinane nakwindlela yokucwangciswa kwezinto zokunkcenkceshela zala mafama. Ezi zinto ke zibandakanya ucwangciso lwezibonelelo zamanzi, nokubekwa kweliso kucwangciso nofakelo lwezi zinto zokunkcenkceshela.


IMIYALELO:

Xa ufuna enye inkcazelo eyenye, qhagamshelana no:

Peter Keuck
ngomnxeba kwa: 021 808 5357
peterk@elsenburg.com

C Protopapas
ngomnxeba kwa: 021 808 5360
papp@elsenburg.comkwingingqi yaseVredendal no:
Pieter de Lange
ngomnxeba kwa: 027 213 3109
pieterdl@elsenburg.com

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Sustainable Resource Management (Department of Agriculture, Provincial Government of the Western Cape)


IXABISO:

Simahla




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Infrastructure Development (IiProjekthi) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Agricultural Water Conservation Project (IiProjekthi) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Ukuhlolwa Komhlaba Ongaphiliyo, Izityalo, Ikalika, Isichumisi, Umgquba Namanzi (IiNkonzo)
* Economic Assessment of Sustainable Water Supply Solutions for Cape Metro and Surrounding Agricultural Regions: An Intersectoral Approach (IiProjekthi) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 2 uFebruwari 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





