






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezolimo > Iinkcukacha-manani, Ulwazi & Nophando > I-Agri-Outlook: Iinkcukacha ezikuvimba wekhompuyutha ezingezoLimo eNtshona Koloni

I-Agri-Outlook: Iinkcukacha ezikuvimba wekhompuyutha ezingezoLimo eNtshona Koloni




INKCAZELO:

I-Agri-Outlook yinkonzo yenkcazelo efumaneka kwi-Internet ngaphandle kwentlawulo nejoliswe kubo bonke abo bachaphazelekayo ngenxaxheba yabo kwezolimo eNtshona Koloni.

Iimeko zemozulu nezolimo zakutsha nje apha eNtshona Koloni zishwankathelwa rhoqo ngenyanga, ze ke kananjalo kunikezelwe noqikelelo lokuna kwemvula kwisithuba seenyanga ezintandathu ezilandelayo.
Abatyeleli abatyelela rhoqo bangawafumana amazinga okuna kwemvula mihla le kwiindawo ezithile ezikhethiweyo zalapha eNtshona Koloni.


IMIYALELO:

Ukuba ngaba ufuna inkcazelo eyenye, ungaqhagamshelana no:
Henk Cerfonteyn
ngomnxeba kwa: 021 808 5084
henkc@elsenburg.com
www.elsenburg.com/agri-outlook/

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Technology, Research and Development (Department of Agriculture, Provincial Government of the Western Cape)


IXABISO:

Le nkonzo inikwa abantu abakwaziyo ukufikelela kwi-Internet ngaphandle kwentlawulo.




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Iinkcukacha Ezingundoqo Ngezolimo (IiNkonzo)
* Statistical Information on the Agricultural Sector (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Ithala Leencwadi Neenkonzo Zolwazi zase-Elsenburg (IiNkonzo)
* Amaphetshana enkcazelo ase-Elsenburg (IiNkonzo)
* iRadio Elsenburg (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 14 uMeyi 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





