






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO |IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Ushicilelo > Izikhokelo, Incwadi yezikhokelo & Imiyalelo > I &gt Indlela Yokuqala Inkqubo Yokuxhobisa Ngamava Okusebenza: Iskhokelo Sabaqeshi

Indlela Yokuqala Inkqubo Yokuxhobisa Ngamava Okusebenza: Iskhokelo Sabaqeshi




Isebe Lemicimbi Yabasebenzi (Isebe Lezempilo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)


ISISHWANKATHELO

uRhulumente uze nenkqubo entsha yoqeqesho ebizwa ngokuba kukuxhobisa ngezakhono zokusebenza. Abaqeshi badlala indima ebaluleke kakhulu ekuqinisekisweni kobukho bezi nkqubo zoqeqeasho. Eli phetshana linikezela ingcaciso ngeenzuzo neendleko zezi nkqubo zokuxhobisa uluntu ngezakhono zokusenza kubaqeshi.



UMTHAMO:

* Yintoni le Nkqubo Yokuxhobisa Ngezakhono?
* Ziintoni Ezona Nzuzo zale Nkqubo Yokuxhobisa Uluntu Ngezakhono?
* Zintoni Iindleko Nembuyekezo Enikezelwayo?
* Ndingaqinisekisa Njani Ukuba Inkqubo Yophuhliso Lwezakhoni Isebenza Ngokwezicwangciso?
* Indlela Yokufumana Iinkcukacha Ezithe Vetshe





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 7 uMatshi 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





