






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO |IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Ushicilelo > IiNkcukacha Zoluntu > S &gt Iindlela Zokuseka Iintlobo Ezahlukeneyo Zamashishini Ezotyelelo

Iindlela Zokuseka Iintlobo Ezahlukeneyo Zamashishini Ezotyelelo





Inkqubo Yophuhliso Loshishino Lwezokhenketho (Department of Economic Development and Tourism, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)



ISISHWANKATHELO

Isicatshulwana esisuka kupapasho oluthi "Facilitating Entrepreneurship in Tourism", esi sikhokelo sijoliswe ekuncedeni abanini-mashishini ezotyelelo ukuba baqale amashishini kwicandelo lezotyelelo. Siquka iinkcukacha ngokufumanisa ngemimiselo yoshishino eyahlukeneyo ze iqinisekise futhi ukuba ishishini lakho liyayithobela.



UMTHAMO:

* Indlela Yokuseka iRestaurant, iNdlu Yezidlo okanye iTavern
* Indlela Yokuseka Ishishini Elinikezela Ngendawo Yokulala Nesidlo Sakusasa okanye iNdlu Yeendwendwe
* Indlela Yokuseka Inkonzo Yokukhokela Abatyeleli
* Iindlela Zokuseka Ishishini Lokuthutha Abatyeleli





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Amaphepha-mvume Okushishina (IiNkonzo)
* ISicelo seeMpawu zezoKhenketho eziNdleleni (IiNkonzo)
* Izicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala (IiNkonzo)
* Ukuzibhalisa Njengomkhokeli Wabakhenkethi (IiNkonzo)
* Izicelo Zamaphepha-mvume Okusebenza Ngokuthutha Uluntu (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 10 uMatshi 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





