Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisela irhafu yabaqeshwa iPAYE
INcwadi yokubuyisa yokuhlawula irhafu yokubambisa
INcwadi yokuBuyisa yentlawulo yesibini yerhafu yok
Ifom yokuthumela inkcazelo ngemiba ephangaleleyo
Intlawulo yerhafu yokubambisa
Yenza amalungiselelo okuhlawula irhafu ekufanele u
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu intlawulo yomvuzo womq
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu Iimali zesisa
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Faka inkqubo engena kwikhompiyutha yokutshintshela inkcazelo kwiimpawu ezithile.
Vuma ukuba uzamkele iifayili zovavanyo lwenkcazelo kuMlawuli woBuxhakaxhaka booMatshini be SARS kwaye usebenzise unxibelelwano lobuxhakaxhaka bomatshini ngokuthumela iifayile zenkcazelo yokwenyani.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
I-SARS ifake imigangatho yokunika iinkonzo eyakungeniswa ngokwezigaba kwisithuba seminyaka emibini (2005 ukuya kutsho ku 2007). Xa ubhalisa okanye uhlawula, i-SARS ijolisa ekubeni iqhubekise ubhaliso lwakho ngokuchanekileyo kwisithuba seentsuku zokusebenza ezili 10.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
