






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO |IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Ushicilelo > IiNkcukacha Zoluntu > I &gt Isikhokelo Semibutho Yaseburhulumenteni seNtshona Koloni

Isikhokelo Semibutho Yaseburhulumenteni seNtshona Koloni



2002

E-Innovation (Department of the Premier, Provincial Government of the Western Cape)

UMBHALI: KEEG



ISISHWANKATHELO

Isikhokelo Semibutho Yaseburhulumenteni seNtshona Koloni esi luluhlu olugqibeleleyo lwamakhonkco akuqhagamshela kwimibutho namasebe ahlukeneyo karhulumente olufumaneka kwi-internet, iinkampani zabucala ezikwaphantsi kolawulo lukarhulumente, imibutho engekho phantsi kolawulo lukarhulumente kwakunye namanye amaqumrhu aseburhulumenteni, maqumrhu lawo anokuba lulutho kubemi nakubakhenkethi balapha eNtshona Koloni. Injongo yesi sikhundla ke kukwenza ulwazi oluphangaleleyo luvuleleke ukuze unxibelelwano nemibutho Yaseburhulumenteni lube lula. Nceda uqaphele ke ukuba iinkcukacha zoqhagamshelwano ezilapha zisekelwe kuphando olwaqosheliswa ngenyanga yoMqungu ngo-2002. Nceda uthumele nge-email iinkcukacha zoqhagamshelwano ezihlaziyiweyo kunye nezimvo kule dilesi questions@capegateway.gov.za.



UMTHAMO:

* Imibutho Yezokhenketho
* Imibutho Engekho Phantsi Kolawulo Lukarhulumente kunye Nemibutho Yoluntu eyahlukeneyo
* Imibutho Yoshishino & Neyoqoqosho
* Imibutho Yophando Kwezemfundo & Neyemfundo
* Iimanyano Zabasebenzi
* Amaqumrhu Nemibutho Yeengcali
* Imibutho Yobugcisa & Neyenzululwazi
* Imibutho Yenkolo
* Imibutho Yezempilo
* Imibutho Yezobuchule & Nenkcubeko
* Imibutho Enikezela Ngoncedo Ngokwamalizo
* Imibutho Yemicimbi Yendalo
* Imibutho Yezemidlalo





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 28 uJuni 2005



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





