






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iziganeko > Iphulo Elimandla Lokugonya Ipoliyo Nemasisi Kubo Bonke Abantwana Abangaphantsi Kweminyaka Emihlanu (5)

Iphulo Elimandla Lokugonya Ipoliyo Nemasisi Kubo Bonke Abantwana Abangaphantsi Kweminyaka Emihlanu (5)




UMHLA:

26 uJulayi - 3 uSeptemba 2004


IBAKALA:

IPhulo


INKCAZELO:




YIPHELISE NYA IPOLIYO! UYIPHELISE NYA IMASISI! NGOKUGONYA!

Ngoobani?
Bonke abantwana kwisizwe siphela, abangaphantsi kwiminyaka emihlanu (5) baya kufumana izongezelelo ezibini zokuthintela ipoliyo. Abantwana abaphakathi kweenyanga ezili- 9 neminyaka emihlanu (5) baya kufumana isitofu esinye esisongezelelo sokuthintela imasisi.


Nini?
Nge-26 ukuya kwi-30 kuJulayi 2004 - begonyelwa ipoliyo nemasisi. Baze baphindiswe ukuze bafumane esinye isitofu / iqabaza lepoliyo. Ngomhla wama- 30 ku-Agasti 2004 ukuya kowe- 3 kuSeptemba 2004
Phi?
Dibana neklinikhi ekufuphi kuwe.

Provincial Government of the Western Cape, Department of Health, Comprehensive Health Programmes
4 Dorp Street, Cape Town, 8000
Tel: 021 483 3156
Fax: 021 483 2264 / 4345
cajacobs@pgwc.gov.za






UMNINI-MCIMBI:

Iinkqubo Eziphangaleleyo Zezempilo (Isebe Lezempilo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ugonyo (IiNkonzo)
* Polio - Fact Sheet (IiNkcukacha Zoluntu) (File type: pdf; size: 37 KB) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Measles - Fact Sheet (IiNkcukacha Zoluntu) (File type: pdf; size: 172 KB) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 5 uOktobha 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





