﻿






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Imiba > Ezolimo > Ukushishina ngokulima

UKUSHISHINA NGOKULIMA


Inkonzo Yokuxilongwa Kwezifo Zezityalo (IiNkonzo)
Umzana wophendlo lwezifo zezityalo phaya e-Elsenburg inika uluntu lwaseNtshona Koloni inkonzo yoxilongo lwezifo zezityalo. &nbsp;&gt;&nbsp;


Inkonzo Enikezela Iingcebiso Ngesondlo Kwizityalo (IiNkonzo)
Le Nkonzo Inikezela Iingcebiso Ngesondlo Kwizityalo inikezela iziphakamiso ngesondo nezichumisi kwizityalo ze igonyele iingxaki zesondlo ekuhlola-hlolweni komhlaba, amanzi nezityalo. &nbsp;&gt;&nbsp;


Inkonzo Enikezela Iingcebiso Ngamachiza Abulala Izityalo Ezingadingekiyo (IiNkonzo)
Ngokomthetho, onke amachiza ezolimo, aquka abulala izityalo ezingadingekiyo, kufuneka evavanyelwe ukuba akulungele ngokwenene na ukuza neziphumo ezifunekayo nokhuseleko lwezityalo ngaphambi kokuba zikhutshelwe iintengiso. &nbsp;&gt;&nbsp;


Iinkonzo zonkcenkceshelo (IiNkonzo)
Icandelwana lonkcenkceshelo kwiCandelo loLawulo lwezobuNjineli bezoLimo linikezela ngengcebiso nezikhokelo zokunceda abo bangabankcenkcesheli ukuba amanzi bawasebenzise ngendlela enocikizeko. Ezi ngcebiso ke nezi zikhokelo zibandakanya nokuhlolwa kwendlela ezicwangciswe ngayo izinto zokunkcenkceshela kwakunye nokuzihlola indlela ezisebenza ngayo phaya emasimini ezi zinto zokunkcenkceshela, khona ukuze kuqinisekiswe ukuba ziyahambelana nemigangatho ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Inkonzo Yenzululwazi Yomhlaba (IiNkonzo)
iCandelo Lenzululwazi Yomhlaba leSebe Lokusetyenziswa Kwezibonelelo linikezela ngenkonzo yokwahlula-hlula ngokwemigangatho umhlaba kubalimi beentengiso kwanabo batsha abanengxelo nemephu yomhlaba ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Purchasing Veld Seed (IiNkonzo)
Ungazithengela ezi ngcambu zasehlathini zilandelayo kwi-ofisi yeSebe Lezolimo eseVostile:iTipteris sinuata ("Karoo bitou"), i-Eriocephalus africanus ("Kapokbos"), iHirpicium integrifolium ("Haarbossie"), iChaetobromus dregeanus ("Hartbeesgras") &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukujongan Nomgangatho Kwanokuqinisekisa Impilo Yezityalo (IiNkonzo)
uMbutho Weziswe soMzantsi Afrika Ojongene Nokhuseleko Lwezityalo unoxanduva lokujongana nempilo kwanomgangatho wezityalo ezikhuliswa apha eMzantsi Afrika okanye ezithunyelwe ngamanye eMzantsi Afrika. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukuhlolwa Komhlaba Ongaphiliyo, Izityalo, Ikalika, Isichumisi, Umgquba Namanzi (IiNkonzo)
Iziko Lophando Ngomhlaba, Amanzi Nembewu Yezityalo elise-Elsenburg provides lihlola-hlola Umhlaba, Isityalo, Isichumisi, inorganic analysis of Soil, Plant, Isichumisi, Ikalika, Isamente, Umgquba Namanzi ngeenjongo zokufumanisa izidingo nobume bezichumisi, ukufumanisa iimpawu zokungasebenza kwale nkqubo, ukufumanisa iingxaki kwanokuphucula indlela yokulawula izakhi-mzimba. &nbsp;&gt;&nbsp;


Registration Trials of Herbicides in the Western Cape (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
All chemicals, such as herbicides, that are used for agricultural purposes must first be tested for effectiveness and safety before they can be released onto the market place. This product registration process is known as the Registration. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 19 uJuni 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





