






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ingqesho

INGQESHO

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Abasebenzi Basemakhitshini neNgxowa-mali Yokhuselo Lwabangasaphangeliyo
Ukususela kwinyanga kaCanzibe ngo-2003, bonke abasebenzi basemakhitshini abasebenza iiyure ezingaphaya kwama-24 ngenyanga kufuneka babhaliselwe I-UIF. Oku kuquka abasebenza ngamaxesha athile kunye nabo basebenza isigxina. &nbsp;&gt;&nbsp;


Expanded Public Works Programme (EPWP) Opportunities Portal (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
There is little accurate information on unemployed people in the Western Province. The Expanded Public Works Programmes (EPWP) Opportunities Portal aims to be a comprehensive provincial database of unemployed people and their skills. The portal, called Umsebenzi: helps job seekers find job opportunities, helps employers ... &nbsp;&gt;&nbsp;


IKhefu Lokubeleka Likamama Nelikatata Lokujongana Nosapho
Abaqeshwa abangamakhosikazi banelungelo lekhefu lokuya kubeleka leenyanga ezine. Eli khefu lingaqala kwiiveki ezine phambi kosuku umntwana alindeleke ngalo futhi umqeshwa akanakunyanzeliswa ukuba abuyele emsebenzini de agqibe iiveki ezintandathu emva kokufumana umntwana lowo. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukufaka Ibango Kwingxowa-mali Yentswela-ngqesho
Iyintoni iNgxowa-mali Yokhuseleko Lwabangasaphangeliyo? Ingxowa-mali le ibanceda njani abaqeshwa? Abasebenzi bangafaka ibango lemali engakanani? Ungasifumana isongezelelo xa sele uzisebenzisile izibonelelo zakho? ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukufaka Ibango Lembuyekezo Ngokonzakala okanye Izigulo Ozifumene Emsebenzini
Abasebenzi abonzakele okanye abathe bahlaselwa sisifo ngenxa omsebenzi wabo banakho ukufaka ibango lemali esuka kwiNgxowa-mali Yembuyekezo. Iintsapho zabo nazo zinakho ukufaka amabango ukuba umntu obebonelela ngenkxaso nokuphila kwamalungu azo uthe wasutywa kukufa ngenxa yesifo okanye ukonzakala akufumene emsebenzini.Ngubani onokufaka ibango? Ngubani onokufaka imali kule Ngxowa-mali? ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukunikezela Ingxelo Ngendawo Yokusebenzela Enobungozi
Umthetho I-Occupational Health and Safety Act unika abasebenzi ilungelo lokusebenzela kwindawo esempilweni nekhuselekileyo. Lo mthetho uyala abaphathi ukuba babeke abameli bezokhuseleko kunye neekomiti zokhuseleko kwiindawo zokubenzela. Ukwalawula nezinto ezifana nezindlu zangasese, amagumbi okutshintshela, izixhobo zoncedo lokuqala, amanzi okusela, iindawo zokuhlambela, impahla yokhuseleko, oomatshini, ... &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 17 uNovemba 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





