






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezemfundo > Imfundo Noqeqesho Olugqithelayo (Amabanga 10-12) > Iingcebiso Ngezifundo Ezinokuthatyathwa

Iingcebiso Ngezifundo Ezinokuthatyathwa




INKCAZELO:

Esi Sikhundla Sonxibelelwano Solutsha lweMsomsobomvu siqulethe iinkcukacha ngezifundo ezahlukeneyo ezinokuthi zithatyathwe kwaneemfuno zokungena kwisifundo ngasinye. Ulwazi olulapho luquka:
* ingcaciso ngezo zifundo
* iimpawu zomntu onokuthabatha ezo zifundo
* inqanaba lokufunda olufunekayo (kuquka nokuzikhethela izifundo ozithandayo)
* izifundo zeziko lemfundo ephakamileyo ezifunwayo
* abaqeshi abanokuba nomdla kwabo bafundi
* imithombo yolwazi enokuba luncedo ngezo zifundo umntu azikhethileyo
* izifundo ezisonde kwezo umntu azikhethileyo
* amathuba oncedo ngenkxaso-mali yokufunda.

Umsobomvu uvelise incwadana ebizwa ngokuba yi- "Umsobomvu uvelise incwadana ebizwa ngokuba yi- "<a href="http://www.youthportal.org.za/ur/Education%20and%20Training_Career%20Planning_Final.pdf" target="_blank>Career Planning and Development: A Guide for Young People</a>" ukukunceda ufikelele kwizigqibo ngezifundo onomdla kuzo.
Esi sikhundla sonxibelelwano siqulethe ulwazi ngokuba ungawukhangela njani na umsebenzi.


IMIYALELO:

Ukuze ukwazi ukuphendla esi sikhundla solwazi sekhompyutha, ndwendwela le dilesiwww.youthportal.org.za.Usenakho nokutsalela umnxeba iZiko Leminxeba leYouth Connect kule nombolo: 08600 YOUTH (08600 96884).

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Iinkonzo Zonxibelelwano Nolwazi ngoRhulumente (The Government of South Africa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Umbhiyozo weKapa Elifundayo ka-2003 (9 Aug - 8 Sep 2003) (Isiganeko)
* Amathuba Ekhondo Elinokulandelwa loMsebenzi kwiSebe LeZothutho neMisebenzi yoLuntu (IiNkonzo)
* Izifundo Nemisebenzi kwiCandelo Lezolimo (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 11 uJuni 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





