






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO |IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Ubomi Bakho > Ulwaphulo-mthetho &amp; Nokhuseleko > AmaPolisa

AMAPOLISA


Crime Statistics: 1994/1995 to 2003/2004 (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This publication contains crime statistics from 1994/1995 to 2003/2004. It includes a breakdown of crime figures per area and a detailed breakdown of statistics for various types of crime. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukucela Uncedo Olungxamisekileyo (IiNkonzo)
Okwangoku, akukabikho nombolo inye yexesha likaxakeka eMzantsi Afrika. Ngoko ke kufuneka utsalele uthotho lweenombolo ezahlukeneyo xa ufuna iinkonzo ezahlukeneyo zikarhulumente zamaxesha kaxakeka, ngaphandle kokuba ke ukwingingqi yenqila yeSixeko saseKapa, esele inayo inombolo yayo enye yamaxesha kaxakeka engu-107. &nbsp;&gt;&nbsp;


Izikhululo Zamapolisa (IBakala Lezxhobo)

Ukufumana Uncedo NjengeXhoba loLwaphulo-mthetho (IiNkonzo)
Ukuba ulixhoba lolwaphulo-mthetho, ungenzakala ngokwasemphefumlweni. Kwixesha elidlulileyo, isikhululo samapolisa yayingeyondawo apho amaxhoba, ingakumbi kulwaphulo-mthetho lobundlobongela, anokuziva ekhululekile xa egqithisa ingxelo yawo kumapolisa, okanye indawo abanokuthi bafumane uncedo lonyango ekonzakaleni ngokwasemphufumlweni. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukuba Ngumntu Osebenzisana Namapolisa (IiNkonzo)
Abantu abasebenzisana namapolisa ngamavolontiya aphuma ekuhlaleni anamagunya noxanduva olufanayo nolwamapolisa xa besemsebenzini. Ukuze ube ngumntu osebenzisana namapolisa kufuneka iimpepha zaseburhulumenteni zibe zithi akuzange wophula mthetho, futhi kufuneka ubuncinci ube waliphumelela ibanga leshumi. &nbsp;&gt;&nbsp;


AmaPolisa eSixeko saseKapa (IiNkonzo)
AmaPolisa eSixeko saseKapa (CTCP) yinkonzo yamapolisa kamasipala. Umsebenzi ophambili we-CTCP kukunikezela inkonzo yobupolisa ngokuthi ibonakale rhoqo. Nawo akwabamba abantu ze anikezele nezohlwayo zeendidi zawo amatyala. Oku ingalulwaphulo-mthetho olunzima, amatyala eZithuthi kunye nemithetho kamaspala kwingingqi ngaphakathi kwiSixeko saseKapa. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukufumana Ukukhuselwa Njengengqina (IiNkonzo)
Ukuba ulingqina yaye woyikisela ukhuseleko lwakho ngezizathu zokuba lingqina, ungazifakela isicelo sokukhuselwa njengengqina. Ungoyikisela ukhuseleko lwakho okanye olwakhe nabani na osenyongweni kuwe. Ungoyika umntu omnye okanye iqela labantu. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 22 uAgasti 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





