






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Imiba > Ubuchule &amp; Nenkcubeko > Amaziko Alondoloza Imbali

AMAZIKO ALONDOLOZA IMBALI


Building Democracy Exhibition (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This document introduces the Building Democracy Travelling Exhibition. It showcases the highlights of the period 1994 - 2004 and introduces the icons of our democracy, as well as local heroes. &nbsp;&gt;&nbsp;


Amazko Alondoloza Imbali (IiNkonzo)
Angama-28 amaziko alondoloza imbali ephondo apha kwiNtshona Kapa.Iziko Lolondolozo Lwembali La maziko alondoloza imbali ke avuleleke kuluntu ngokubazi yaye akwanikezela nemiboniso kwanemisebenzi yobugcisa ebonakalisa imbali yeli phondo yenkcubeko neyendalo, nequka iindlela ezintsha esiyijonga ngayo imbali yaseAfrika okanye imbali yemvelo yeli lizwekazi. &nbsp;&gt;&nbsp;


Iindawo Zokukhumbula Amakhoboka eNtshona Kapa (IiNkcukacha Zoluntu)
Olu xwebhu luveza ngokubanzi imbali yoshishino ngamakhoboka eMzantsi Afrika ze idwelise iindawo apho kukhunjulwa khona amakhoboka eNtshona Kapa. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 25 uEpreli 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





