






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Imiba >




IiNkqubo zeNkxaso yokuXhobisa uQoqosho lwabaMnyama (IiNkonzo)
Kukho iindidi ngeendidi zeenkonzo zenkxaso ezikhoyo ukunceda amashishini avelayo. &nbsp;&gt;&nbsp;


Inkqubo Yophuhliso Lwababoneleli Kumashishini Amnyama (IiNkonzo)
Inkqubo Yophuhliso Lwababoneleli Kumashishini Amnyama yeSebe Leentengiso Norhwebo yinkqubo engu-80:20 yokwabelana ngeendleko kumashishini aphantsi kwabanini abamnyama, ngenkxaso-mali efikelela kwi-R100,000. Le nkqubo ke ikwabonelela nangeenkonzo zophuhliso lwamashishini ngenjongo yokunceda iinkampani ziphucule izakhono zazo ze zisebenze ngcono. Ukuze ibe nokufikelela, inkampani kufuneka -mpany must: Ibe kanti inezabelo ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Isicelo Senkxaso kwiNgxowa-mali Yophuhliso Lweziswe (IiNkonzo)
Le nkonzo ichaza imisebenzi yeNgxowa-mali Yesizwe Yophuhliso kwanokuba zingafikeleleka njani ezinye iinkonzo zayo. Ifanele ingakumbi umntu osaqala phantsi ishishini, kodwa ke zikwakho neenkonzo ezifanele nezinokuba lulutho kwiinkampani namashishini amakhulu. &nbsp;&gt;&nbsp;


Database of BEE SA Companies in the IT, Telecoms and Electronics Industries (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The Department of Trade and Industry in partnership with various non-profit industry organisations has developed a database of Black Economic Empowered (BEE) companies in the ICT and electronics sectors. The database is a valuable tool to equip players in the these sectors to identify BEE partners and provides BEE companies with a marketing platform to showcase their companies to both local and international players. &nbsp;&gt;&nbsp;


Inkxaso Kumashishini Asakhasayo Athengisela Amazwe Angaphandle - iNkqubo Yophuhliso Lweentengiso Kumazwe Angaphandle (IiNkonzo)
Amashishini angathanda ukufunda ngeendlela zokuthengisela iimalike zamazwe angaphandle, okanye aphucule indlela asebenza ngayo, angalufumana ulwazi kwakunye namathuba oqeqesho kwezi ndawo zilandelayo ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukunikezela Ingxelo Ngenkohliso Eyenziwa Ziinkampani (IiNkonzo)
Urhulumente unomgaqo-nkqubo wokunikezela ngamathuba eethenda kwiinkampani ezithile. Oko ke kukuthi urhulumente uthathela ingqalelo eminye imiba engeloxabiso xa anikezela ngethenda. Ukuba inkampani ethile ithi iziveze njengenkampani yenkqubo yophuhliso loqoqosho lwabamnyama, ngelixa ingekho phantsi kwabalawuli abamnyama, le nkampani inetyala "lokukhohlisa". &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 7 uAgasti 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





