






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Imiba > Ezothutho > Izithuthi Zabantu Abaneemfuno Ezikhethekileyo

IZITHUTHI ZABANTU ABANEEMFUNO EZIKHETHEKILEYO


Iinkcukacha Zezothutho Ngabo Bangevayo (IiNkonzo)
UMaspala waseKapa waseka iNkonzo yeZothutho loLuntu elungiselelwe izithulu. Oku kujika abantu ananengxaki yokungeva kakuhle ngeendlebe ukuba bafumane iinkcukacha malunga nezothutho, umzekelo: amaxesha okuhamba kweebhasi, iindlela ezihamba ngazo kwakunye nezikhululo eziya kuzo, oko bekufumana ngokutsalela kwiminxeba yakwaTelkom kusetyenziswa isixhobo esincedisa ukumamela ekuthiwa yiTeldem. Ezi nkcukacha zifumaneka ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Convenient Dial-a-Ride for the Physcially Disabled (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 389 KB)

This brochure provides information on the special needs public transport service, Dial-a-Ride. &nbsp;&gt;&nbsp;


Iinkonzo Zothutho Ezizodwa zeDial-A-Ride (IiNkonzo)
Inkonzo yothutho yeDial-a-Ride ilunguselelwe abantu abangenakho ukukwazi ukusebenzisa ezinye iindlela zothutho ngenxa yeemfuno zabo ezizodwa. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 12 uMeyi 2009



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





