Isicelo selayisensi yomqhubi
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo selayisensi yomqhubi
Isicelo selayisensi yomqhubi yexeshana
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ulutsha
Ukuqhuba kunye nokufunda ukuqhuba
Isicelo selayisensi yomqhubi
Isicelo se phepha-mvume lokuqhuba
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Iphepha-mvume lokuqhuba linika umntu igunya lokuqhuba imoto. Eli phepha-mvume liqulethe: Inkcukacha ezixela ukba umqhubi ukulungele ukuhamba endleleni. Kufuneka ukuba ube neminyaka elishumi elinesibhozo nangaphezulu ukze ukwazi ukwenza esi sicelo.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
o iphepha-mvume lokufunda ukuqhuba o incwadi yesaziso sakho okanye incwadi yokundwendwela o ifoto ezine ezimnyama namhlophe.
Uvavanyo lwamehlo luzakwenziwa ngaphambi kokubhaliswa kosuku lokuvavanyelwa iphepha-mvume lokuqhuba (Luthathele ingqalelo usuku lovavanyo).
Bhatala imali emisiweyo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Isicelo siqulunqwa kwangolosuku ube sele unikwa usuku lovavanyo.
Entla
Iindleko
Intlawulo yokubhukisha
Intlawulo yokunikwa uxwebhu okanye ikopi yoxwebhu
Isithuthuthu
Isigadla
Isithuthuthu
Isigadla
Isithuthuthu
Isigadla
Isithuthuthu
Isigadla
Isithuthuthu
Isigadla
Mpumalanga
Isithuthuthu
Isigadla
Isithuthuthu
Isigadla
Isithuthuthu
Isigadla
Isithuthuthu
Isigadla
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
