






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ushishino & Noqoqosho > Amacandelo Oshishino > Ulwazi Ngamacandelo oRhwebo

Ulwazi Ngamacandelo oRhwebo




INKCAZELO:

Ungaluzuza ulwazi ngamashishini nangamacandelo orhwebo aphathelele kwiPhondo kunye neSizwe kumaSebe ahluka-hlukeneyo kaRhulumente kwakunye neendawo zoLuntu ezikhoyo.

IWesgro iye yathabatha izifundo ekuthiwa yi-izifundo zangasese ngamacandelo amaninzi kwiNtshona-Koloni yaye kwakhona yavelisa amaphepha aqulethe inyaniso alula ukuwafunda eziphathelele kwezi ngxelo.

I-Industrial Development Corporation of South Africa lamacandelo oshishino obuchule nawo anikezela ngolwazi kwi kwakunye noncedo kula macandelo alandelayo:

* Urhwebo lwezomhlaba
* amachiza
* ugunyaziso
* ushishino ngezimbiwa nezihombisi ezinamatye anqabileyo
* imali yamazwe ngamazwe
* izinyithi, izinto ezikhwelwayo, kunye nomatshini
* uPhuhliso loLuntu olungama-Afrika aseMzantsi
* Urhwebo lolwazi lobugcisa
* Impahla eyolukiweyo, impahla, izikhumba kwakunye nezihlangu
* Ukhenketho
* Imali yamashishini athengisela amanye
* Umthi, iphepha nokunye
* Ezeendaba, nemiboniso bhanya-bhanya.

U-I-Trade and Investment South Africa inikezela ngolwazi oluphathelele kwinkqubo yeli candelo kwezomhlaba, icandelo lezinto ezihamba ngomatshini, ulwazi kwakunye necandelo lezonxulumano lobugcisa kunye necandelo lempahla eyolukiweyo kwakunye nempahla jikelele.
Njengenxenye yeenkonzo zenkxaso yoshishino, i- Business Referral and Information Network (BRAIN) zinika ulwazi kumacandelo amaninzi.


IMIYALELO:

Ukufumana iinkcukacha ezithe vetshe qhagamshelana naBaphathi boPhuhliso lweMizi-mveliso

Design Sector: Shuray Bux
Inombolo Yomnxeba: 021 483 4603
Inombolo Yefeksi: 021 483 4616
sbux@pgwc.gov.za

AmaCandelo aShishina ngezoMhlaba nangeSinyithi: Khalid Khan
Inombolo Yomnxeba: 021 483 3381
Inombolo Yefeksi: 021 483 4616
kkhan@pgwc.gov.za
AmaCandelo obuGcisa obuPhakamileyo: Nigel Gwynne-Evans
Inombolo Yomnxeba: 021 483 3859
Inombolo Yefeksi: 021 483 4616
ngwynne@pgwc.gov.za

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:


* Isebe Leentengiso Norhwebo (The Government of South Africa)
* IQumrhu loPhuhliso loRhwebo neNtengiso yeNtshona Koloni (iWESGRO)
* IQumrhu loPhuhliso lweMizi-mveliso yoMzantsi Afrika
* UMzantsi Afrika oRhwebayo noThengisayo





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Inyathelo laseKapa Lokubonelela Ngerhasi Ne-Oli Cape Oil and Gas Supply Initiative (iCOGSI) (IiNkonzo)
* Inyathelo leKapa loBuxhaka-xhaka Bobugcisa Lwezinto Eziphilayo (IiNkonzo)
* Inkxaso Kushishino Lwezolimo (IiNkonzo)
* INkxaso yoRhwebo Kushishino Lwemiboniso Bhanya-Bhanya eKapa (IKomishoni Yemiboniso Bhanya-Bhanya yaseKapa) (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 5 uSeptemba 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





