






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezempilo > Iinkonzo Ezingxamisekileyo > UMnxeba weSibhedlele Sabantwana i-Red Cross Wokunikezela Ingxelo Ngetyhefu

UMnxeba weSibhedlele Sabantwana i-Red Cross Wokunikezela Ingxelo Ngetyhefu




INKCAZELO:

Xa usana lwakho okanye umntwana wakho ethe warhogola okanye wosulelwa yinto ethile (izicoci, izityalo namayeza njalonjalo) enokuba netyhefu tsalela uMnxeba weSibhedlele Sabantwana iRed Cross Wokunikezela Ingxelo Ngetyhefu kwinombolo ethi: 021 689 5227. Uya kunikwa iingcebis ziingcalii ngaloo nto nangeziphumo zayo obungenakuzilindela kananjalo ucetyiswe ngomawukwenze. Ucingo lokwazisa ngetyhefu lusebenza ngalo lonke ixesha (iiyure ezingama-24 ngosuku) kwaye luqhagamshelaniswe neenkonzo zoncedo olungxamisekileyo zezibhedlele.

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Isebe Lezempilo (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Indlela yokuhambisa abagulayo engxamisekileyo nohlangulo (IiNkonzo)
* Iphulo Leentshukumo Zokunonophela Impilo: Ukuhlangana Netyhefu (IiNkcukacha Zoluntu)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 12 uJulayi 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





