Isicelo sokucima ubhaliso okanye sokuphelisa iqumrhu elingavulelekanga
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isatifiketi sokubhalisa ikhaya labadala
Isicelo sokucima ubhaliso okanye sokuphelisa iqumr
Isicelo sokucima ubhaliso okanye sokuphelisa iqumr
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Ukuyekisa iinkqubo zeshishini
Ukucima ishishini
Isicelo sokucima ubhaliso okanye sokuphelisa iqumr
Isicelo sokucima ubhaliso okanye sokuphelisa iqumrhu elingavulelekanga
Inkcazelo
I-CC ingayeka ukusebenza kwaye inqwenele ukucinywa kubhaliso, okanye ingapheliswa. Ezi meko zinganzima kwaye zibenobuchwepheshe, kwaye uMphathi woBhaliso lweeNkampani kufanele anikwe inkcazelo yobuchule.
alinako ukuhlawula amatyala ayo;
liyekile ukusebenza (kudla ngokuba ngenxa yeengxaki zemali); okanye amalungu anqwenela ukuzobela impah la nezinto ze-CC.
Ukucinywa kobhaliso kuthetha ukuba i-CC isusiwe kuvimba wokubhalisa nokugcina inkcazelo ngeenkampani kwaye i-CC ayisekho. Ishishini lingaqhuba ngenye indlela eyahlukileyo, umzekelo, njengeshishini eliqhutywa ngumntu omnye, emva kokuba ukucinywa kobhaliso kugqityiwe.
Isitetimenti esibhalwe nguye nawuphina umntu onomnqweno (umzekelo, i-SARS, umbolekisi i-CC enetyala kuye, umphathi wobhaliso okanye ilungu) kufanele isiwe kuMphathi woBhaliso lweeNkampani.
Inkqubo emayilandelwe
Hambisa iikopi eziqinisekisiweyo zeencwadi zezazisi zamalungu e-CC.
Ixesha elithatyyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Kungathabatha phakathi kosuku olunye neentsuku ezimbini ukuze kugqitywe inkqubo yokucima ubhaliso.
Iindleko
Ifowuni:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
