Isicelo sokucima ubhaliso lwesithuthi
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubekwa kudidi olulodwa ngokuphathelelen
Isicelo sokubuyiselwa iintlawulo zelayisensi
Isicelo selayisensi yesithuthi
Ukuvuselela ilayisensi yesithuthi
Isicelo senombolo yobhaliso lwesithuthi sendlela
Isaziso ngokutshintsha kweenkcukacha
Isicelo sencwadi yegunya ngokuphathelelene nesithu
Isicelo sokubhalisa isithuthi
Isicelo sokucima ubhaliso lwesithuthi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Isicelo sokucima ubhaliso lwesithuthi
Isicelo sokucima ukubhalisa kwemoto
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Umnikazi wemoto angalucima ubhaliso lwemoto xa ingasahambi emgaqweni kawonke-wonke okanye ikhutshiwe endleleni.ngokungenasiphelo.
Xa kuphela iminyaka emine imoto ingena phepha-mvume, amagosa endlela akhupha isitifiketi sokuyicima lo moto endleleni.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Nikezela ngezi nkcukacha zilandelayo:
o incwadi yesaziso eqinisekisiweyo o ikopi eqinisekisiweyo yobunini moto o isitifiketi sobhaliso semoto.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Kungathabatha itsuku ezimbini kuphonononga isicelo.
Entla
Iindleko
Entla
Ama fomu ayafumaneka kwi ofisi yamagosa endlela.
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
