Ukunika ingxelo ngezenzo zobugebenga ungazichazanga igama lakho
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
IZiko le 10111 kunye naMapolisa afika Ngoko Nangok
Ukuxela ubugebenga
Ukuxela umntu olahlekileyo
Ukunika ingxelo ngezenzo zobugebenga ungazichazang
Faka isaziso ngokubhubha
Amaziko okuNqanda uBugebenga e 08600 10 111
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukujongana nomthetho
Ukuxela ukuxhatshazwa okanye ukuphathwa kakubi kom
Ukunika ingxelo ngezenzo zobugebenga ungazichazang
Ukunika ingxelo ngezenzo zobugebenga ungazichazanga igama lakho
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Le nkonzo ifumaneka ngalo lonke ixesha (24 hours a day) nakowuphina umntu ofuna ukuxela ngobugebenga nangezenzo zobugebenga, ngomnxeba, ngokunika inkcazelo engancedisa amapolisa ekunqandeni nasekuphandeni ubugebenga obo. Umtsali-mnxeba angangazichazi igama lakhe xa ekhetha ukwenza njalo.
Khumbula ukuba inombolo yomnxeba ethi 08600 10111 yinombolo yeNkcazelo ngoBugebenga.
Inombolo yoNgxamiseko malunga noBugebenga ithi: 10111.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Tsalela umnxeba kwinombolo ethi, 08600 10111 yokuNqanda uBugebenga lonke ixesha, yonke imihla. (Crime Stop 24/7).
Umhlanganisi wenkcazelo yokunqanda ubugebenga uyakuphendula umnxeba kwaye athathe inkcazelo efumanekayo. Ungangazichazi igama lakho xa ukhetha ukwenza njalo.
Umhlanganisi wenkcazelo uyakukunika inombolo yekhowudi eyimfihlo ukuze ubhekise kuyo kwixa elizayo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
