Amaziko okuNqanda uBugebenga e 08600 10 111
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Iinkonzo ezizezona kufikelelwa kuzo kakhulu
Nxulumana nathi
Iinkonzo zokuxhasa iintsapho
Ukuxhatshazwa kwabantwana
Isicelo sesikhokelo serhafu intlawulo yomvuzo womq
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukujongana nomthetho
Ukuxela ukuxhatshazwa okanye ukuphathwa kakubi kom
Amaziko okuNqanda uBugebenga e 08600 10 111
Amaziko okunqanda ubugebenga e 08600 10 111
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Amaziko okuNqanda uBugebenga abizwa ngokuba zii-Crime Stop luluhlu lwamaziko ekutsalelwa kuwo umnxeba ajongene nokuqokelela inkcazelo kuluntu malunga nezigebenga nezenzo zazo. Uluntu luncediswa ngamagosa asebenza kula maziko okutsalela umnxeba aqeqeshwe kakuhle kudliwano-ndlebe oluphandayo. Oku kulungiselela ukuba ukwazi ukuxelela iNkonzo yaMapolisa aseMzantsi Afrika ebizwa ngokuba yi-South African Police Services (SAPS) ngezenzo
Qaphela: oku kwenziwa kuphela ngemvume yakho.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Inkcazelo esebenzisekayo inxulumaniswa nenombolo yekhowudi oyinikiweyo.
I-Crime Stop iyakugqithisela inkcazelo kwicandelo lophando elifanelekileyo ukuze liphande, kwaye le nkcazelo iyakukhatshwa sisicelo sokuba kunikwe ingxelo yokuqala kwisithuba seeyure ezingama 24 kunye nesiphumo kwamsinyane kangangoko kunokwenzeka.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
I-Crime Stop iyakugqithisela inkcazelo enikiweyo kwicandelo lophando elifanelekileyo ukuze liphande, kwaye le nkcazelo iyakukhatshwa sisicelo sokuba kunikwe ingxelo yokuqala kwisithuba seeyure ezingama 24 kunye nesiphumo sophando kwamsinyane kangangoko kunokwenzeka.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
