






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezothutho > Izithuthi, Iingozi & Nokhuseleko Ezindleleni > Iinkcukacha Malunga noKhuseleko Ezindleleni

Iinkcukacha Malunga noKhuseleko Ezindleleni




INKCAZELO:

Iphulo lika"Fika uPhilile" lijonge ukunciphisa inani lobomi ekuphulukwana nabo kwiindlela zoMzantsi Afrika, oko kusenziwa ngokwenza uluntu lube nolwazi malunga neenkxalabo ebhekiselele kwezokhuseleko ezindleleni.

Iphulo lika"Fika uPhilile" lasungulwa ngo-2001. Ukususela ngoko ukufa kwabantu ezindleleni kwehla ngomlinganiselo oyi-7.4%. Kusindiswa ubomi obungama-270 ubuncinane rhoqo ngonyaka ukususela ekuqaleni kuka"Fika uPhilile". Oku kuthetha ukuba kugcinakele ngaphezu kwama-R450 yezigidi kuqoqoqsho lweli.
IPhulo eli lisebenzisaizixhobo zokufunda ndawonye namanani eengozi zendlela ukwenza uluntu lube nolwazi malunga neengozi kwaneengozi zendlela.


IMIYALELO:

Ungatsalela kwiZiko lika"Fika uPhilile" leSizwe ku-0800 005 619 okanye ubathumelele nangefeksi ku-0800 111 301.

Ungabatyelela nakwiwebsite engu-Arrive Alive website ukuze ufumane iinkcukacha ezizezinye malunga nokhuseleko ezindleleni.
Ungazifumana iinkcukacha ezimalunga nokhuseleko ezindleleni kwiSebe lezoKhuseleko loLuntu lePhondo.

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Isebe Lezothutho (The Government of South Africa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* 2001 Traffic Accident Statistics - Cape Town (Iingxelo noPhando) (File type: pdf) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* National Road Safety Act (UMthetho) (File type: pdf; size: 125 KB) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* National Road Traffic Act, 1996 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Arrive Alive Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 9 uSeptemba 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





