






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Amaphulo > Ushishino & Noqoqosho > Ulwazi > ICape Net

ICape Net




INJONGO:

Injongo ephambili yale projekthi kukuhlola uthungelwano nokulunguza amathuba akhoyo ngaphakathi kwimibutho yamacandelo oluntu eNtshona Koloni


ISIQALO:

1 uMeyi 2003


ISIPHELO:

30 uNovemba 2003


UMGANGATHO:

Liqoshelisiwe


INKCAZELO:


Le yiprojekthi yezibonelelo zomsebenzi kubuchwepheshe nehlola ukuba nokwamkelwa kothungelwano olufanayo nomzekelo we- Malaysian Multimedia Corridor model.

Inqanam lokuqala lale projekthi liquka ukwenziwa komlinganiselo wolwazi lwezihamba-ndlela, ukuquka iindawo ezikhoyo zokuhlola kwi-PGWC, SITA, TENET kunye neSixeko saseKapa.

Inqanaba lesibini liquka isiphumo sohlahlelo lwamashishini kwimilinganiselo yolwazi ngezihamba-ndlela kwakunye nokuphuhlisa ufundo kunye/okanye imiba ethile kwezoshishino.



IXHASWA NGEZIMALI YI-:

Umnini: E-Innovation (Department of the Premier, Provincial Government of the Western Cape)




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 5 uOktobha 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





