






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Iinkonzo Zoluntu > Amakhosikazi > Iindawo Zokuhlala Zamakhosikazi Akhe Abephethwe Gadalala

Iindawo Zokuhlala Zamakhosikazi Akhe Abephethwe Gadalala




INKCAZELO:

Kukho intaphane yamakhaya amakhosikazi abephethwe gadalala eNtshona Koloni abhaliswe neSebe leeNkonzo Zoluntu Nokupheliswa. Amakhosikazi adinga ukhuseleko angaqhagamshelana nekhaya elo ngqo, okanye acele unontlalo-ntle kwi-ofisi yesithili yeli sebe ekufutshane nawo okanye kwisikhululo samapolisa ngoncedo lokuqhagamshelana nendawo yokuhlala. Amakhosikazi akuloo meko kufuneka anike ingqwalasela ukufaka isicelo somylalelo wokhuseleko. Amakhosikazi aphethwe gadalala ngabantu abazinikele kwiziyobisi banokunika ingqwalasela ukufaka isicelo sokuba abo bantu bawaphethe kakubi bagcinwe kwiziko lonyango lwamaxhoba eziyobisi. Ukuba lo mntu uphethe gadalala inkosikazi ethile kuyaziwa ukuba unompu osemthethweni, isicelo sokuba loo mpu uhluthwe naso singaqwalaselwa.


IMIYALELO:

Qhagamshelana okanye uye kwindawo yokhlala ngqo, okanye ucele uncedo lokuba ungafikelela njani na kweyona ofisi yesithili yeli sebe ekufutshane nawe okanye kwisikhululo samapolisa esikufutshane nawe.


IFUMANEKA KWI:

La mabakala amaziko:
* Iindawo Zokuhlala Amakhosikazi Abephethwe Gadalala


IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Department of Social Development (Provincial Government of the Western Cape)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ukukhuselwa Kubundlobongela Basekhaya (IiNkonzo)
* Minimum Standards on Shelters for Abused Women (Umgaqo-nkqubo) (File type: doc) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 27 uNovemba 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





