Isicelo sokwazisa ngotshintsho lweenkcukacha zesithuthi
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubekwa kudidi olulodwa ngokuphathelelen
Isicelo sokubuyiselwa iintlawulo zelayisensi
Isicelo selayisensi yesithuthi
Ukuvuselela ilayisensi yesithuthi
Isicelo senombolo yobhaliso lwesithuthi sendlela
Isaziso ngokutshintsha kweenkcukacha
Isicelo sencwadi yegunya ngokuphathelelene nesithu
Isicelo sokubhalisa isithuthi
Isicelo sokucima ubhaliso lwesithuthi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Isicelo sokwazisa ngotshintsho lweenkcukacha zesithuthi
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Olu ncedo lulungiselelwe abanini moto,abanemoto inkcukacha zazo ezitshintshileyo. Olu tshintsho luquka injini yemoto,okanye inani elichaza imoto (VIN).Kunyanzelekile wazise iCandelo lezoThutho xa kwenziwe olutshintsho.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Yiya e ofisini lamagosa endlela ekufutshane
Isatifiketi okanye ingxelo efungelweyo yaMapolisa aseMzantsi Afrika eqinisekisa ukubasemthethweni kwemoto.
Isatifiketi sokubhaliswa kwemoto.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Olu ncedo lunikwa ngaphandle kokubhatala.
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
