






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Unxibelelwano

UNXIBELELWANO

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Khangela ze Ufumane Ipasile yakho Oyiposileyo
Ungazikhangela iipasile oziposileyo kwi-internet usebenzisa inkqubo eyaziwa ngokuba yiNkqubo Yokukhangela Iipasile Zeposi yeCandelo Leeposi zaseMzantsi Afrika. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukufaka Isicelo Senkonzo Yokuthunyelwa Kweposi Yabucala
Inkonzo yabucala yokuthunyelwa kweposi yenzelwe abantu namakhaya. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukufaka Isicelo Senkonzo Yokuthunyelwa Kweposi Yabucala Yeshishini
 &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukuhlaziya Iibhokisi Zeposi Kwakunye Neengxowa Zeposi Zabucala Ezikwi-Internet
Ungayihlaziya ibhokisi yakho yeposi rhoqo ngonyaka okanye yeposi yabucala oyiqeshayo ngokusebenzisa indlela ekhuselekileyo yokuhlawula ye-Ofisi Yeposi yoMzantsi Afrika kwi-internet. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukukhangela Ikhowudi Yeposi
 &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 27 uJulayi 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





