Isicelo sokubhalisa inkampani enobutyebi bezinto kunye neemali zezabelo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa iziko labucala lemfundo noqeqe
Isicelo sokubeka igama lequmrhu elingavulelekanga
Isaziso solungiso kwisitetimenti sokuseka iqumrhu
Isicelo sokulungisa inkcazelo yequmrhu
Isicelo sokubhalisa inkampani enobutyebi bezinto k
Isicelo sokubhalisa inkampani yelizwe langaphandle
Isicelo sokubuyisela ubhaliso lwequmrhu elingavule
Isicelo sokubhalisa inkampani yoluntu
Maqumrhu okuKhusela uMlilo
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Ukuqalisa umbutho okanye ishishini
Ukubhalisa ishishini
Isicelo sokubhalisa inkampani enobutyebi bezinto k
Isicelo sokubhalisa inkampani enobutyebi bezinto kunye neemali zezabelo
Inkcazelo
Njengoko inkqubo yokubhalisa inkampani enobutyebi bezinto kunye neemali zezabelo inzima, kwenziwa isiphakamiso sokuba abenzi-zicelo basebenzise iinkonzo zamagqwetha.
UMqulu oBhaliweyo kunye neMimiselo yenkampani kufuneka ziqulunqwe kwaye zilungelelaniselwe ukufanelana nenkampani enobutyebi bezinto kunye neemali zezabelo kwaye ziqinisekiswe ligosa loluntu elinegunya lasemthethweni lokungqina imiqulu neengxelo ezifungelweyo, kwaye elingumnntu oqeqeshiweyo ngokwasemthethweni. Inkampani yoluntu ingasebenzisa uLuhlu A kwifom yesicelo ngokupheleleyo okanye iyilungelelanise neemeko zayo,xa ngaba njeihambisana nomThetho weeNkampani (Companies Act, 1973). Inkampani yabucala ingasebenzisa uLuhlu B kwifom yesicelo ngokupheleleyo okanye iyilungelelanise neemeko zayo,xangaba njeihambisana nomThetho weeNkampani.
Inkqubo emayilandelwe
Zalisa ezi fom zesicelo zilandelayo:
Yenza isicelo sokubeka igama ngokuhambisa i-CM5 - Isicelo sokubeka igama. Le fom iyafumaneka kwiSebe lezoRhwebo naMashishini.
Zalisa i-CM29 - Imiba equlathwe yirejista equlathe iinkcukacha zabalawuli kunye namagosa. Le fom iyafumaneka kwiSebe lezoRhwebo naMashishini.
Nika igqwetha incwadi egunyazisiweyo yamandla egqwetha, echaza ukuba ulinika igunya lokuba likumele.
Iinkampani ezibhalisa ngemali eyinkunzi (imali yokuqalisa) kukwafuneka zikhuphe le miqulu ilandelayo:
CM1: Isatifiketi sokuseka inkampani ngokwasemthethweni
Lo ngumqulu osayinwa kwaye ugximfizwe isitampu nguMphathi woBhaliso lweeNkampani xa sele yonke imiqulu ehamba nesicelo (njengoko idwelisiwe apha ngasentla) ijongiwe kwaze kwagqitywa ngayo.
Imithetho esetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Kungathabatha ixesha elifikelela kwiintsuku ezintlanu ukuze kubhaliswe inkampani enobutyebi bezinto kunye neemali zezabelo.
Iindleko
Ifowuni:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
