seLayisensi yeNkonzo yoSasazo loRhwebo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Bhalisa inqanawa yokuloba iLayisensi yenqanawa yokuloba yelizwe langaphandle iLayisensi yenqanawa yokuloba yeli lizwe iPemethe yokuseka indawo yokwenza imveliso yeentla ilungelo lokuloba ukuthutha okanye ukuphatha ukutya
Ukuphathwa nokuthuthwa kobisi
Isicelo selungelo lokukhangela ubukho besimbiwa
Isicelo selungelo lokwemba umgodi bhalisela ukusebenzisa amanzi
Inkonzo yeposi engabekelwanga iziko elithile
Elayisensi yokuqhuba iNkonzo yePosi eBekelwe iZiko
Yenkonzo yosasazo lwezandi ekhupha imitha yamandla seLayisensi yeNkonzo yoSasazo loRhwebo
Elayisensi yenkonzo yabahlali yosasazo lwezandi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Yenza isicelo sepemethe okanye selayisensi seLayisensi yeNkonzo yoSasazo loRhwebo
Isicelo seLayisensi yeNkonzo yoSasazo loRhwebo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Nawuphi na umntu ojonge ukunika inkonzo yosasazo lorhwebo kufuneka ahambisane noluhlu lweenkqubo njengoko kuchaziwe kwiSimemo seZicelo ekuthiwa yi-Invitation to Apply (ITA), seLayisensi yoRhwebo yoSasazo lweZandi, esipapashwa ngokusemthethweni kwiGazethi kaRhulumente. Olu luhlu lweenkqubo ludla ngokuba namacandelo amathandathu, angala alandelayo:
IiMeko neMiqathango ngokubanzi: inkqubo emayilandelwe
UBume beNkampani okanye beTim yaBantu abasebenza ngeSicelo: Ubume basemthethweni bomenzi-sicelo
UkuMiswa kweeNkqubo: INani eliQingqiweyo lemiba eQulathiweyo yeNdawo; Ulwimi; IiNkqubo ezikhutshwa eMoyeni
Iimfuneko zobuchwepheshe.
Ifom yesicelo kunye nemimandla yeendawo ezipoposhwayo ziyinxenye yeGazethi kaRhulumente ekhutshelwa isimemo esingqalileyo sezicelo.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Izicelo ezingazaliswanga ngokupheleleyo ziya kuphindiselwa kumenzi-sicelo kwaye akuyi kwamkelwa xanduva lonyibelo okanye ukonakalelwa okwenzekileyo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Ukukhutshwa kwelayisensi kungathabatha iinyanga ezi- 6 ukuya kwezili- 12.
Entla
Iindleko
R 30 000 intlawulo yesicelo engabuyiswayo.
R 2 500 eyimfuneko ukuze kukhutshwe ilayisensi emva kokuba inikiwe.
Entla
Entla
Ifowuni:
Ifeksi:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
