Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Iipemethe yokuhlala isigxina abalingane bomtshato
Isicelo sabantu abadla umhlalaphantsi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Ukuhlala eMzantsi Afrika
Isicelo sepemethe yokuhlala isigxina yabenzi-zicelo abangaphantsi kwama 21 eminyaka yobudala kwaye abangabantwana babemi baseMzantsi Afrika
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Eli candela lisebenziseka kumntu welizwe langaphandle ongaphantsi kwama 21 eminyaka yobudala kwaye ongumntwana wommi okanye womhlali osisigxina waseMzantsi Afrika. Ipemethe yokuhlala isigxina ikhutshwa phantsi komqathango wokuba iyakuphelelwa kukusebenza emva kweminyaka emibini ukusukela kumhla wemini yosuku lwakho lokuzalwa leminyaka yobudala engama 21 (21st birthday), ngaphandle kokuba kwenziwe isicelo sokungqina ubume bakho bokuhlala.
Izicelo zingenziwa kuyo nayiphina i-ofisi yezeKhaya okanye kwindlu yozakuzo yaseMzantsi Afrika okanye kwiziko elimele uMzantsi Afrika ukubangaba wenza isicelo ukwilizwe langaphandle.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Abazali bafuneka ukuba bahambise ubungqina bobumi babo okanye bobume bokuhlala isigxina eMzantsi Afrika, ngokukhupha iincwadi zezazisi okanye iipemethe zokuhlala isigxina.
Ukuze ungqine ubuzali, hambisa isatifiketi sokuzalwa somntwana.
Abazali kufuneka bathi thaca isibhengezo sesithembiso senkxaso yemali.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Akukho xesha libekiweyo kule nkonzo.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
