Isicelo sokubhalisa imanyano yamabhunga eengxoxo nezigqibo ezihlanganelweyo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa iyuniyoni yabasebenzi isicelo sokubhalisa njengebhunga leengxoxo
Isicelo sokubhalisa imanyano yamabhunga
Isicelo sokuseka iqonga lasemsebenzini
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Iimanyano zabasebenzi kunye nemibutho yabaqashi
Isicelo sokubhalisa imanyano yamabhunga
Isicelo sokubhalisa imanyano yamabhunga eengxoxo nezigqibo ezihlanganelweyo
Inkcazelo
Ukuze ufumane inkcazelo ebanzi, yiya kwiSebe leZabasebenzi.
Inkqubo emayilandelwe
Yenza isicelo kuMphathi woBhaliso woBudlelwane beZabasebenzi ukuze ubhalise imanyano yamabhunga eengxoxo nezigqibo ezihlanganelweyo.
Hambisa ezi ncwadi zilandelayo kuMphathi woBhaliso woBudlelwane beZabasebenzi:
Isatifiketi esiphuma kwibhunga ngalinye esibonisa ukuba esi sindululo siyahambisana nemigaqo-siseko yala mabhunga.
Faka isatifiketi esibonisa ukumelwa ngokufanelekileyo kwabo bonke ababandakanyeki (esikhutshelwe ibhunga kwisithuba seenyanga ezili 12 phambi kokwenziwa kwesicelo)
Ixesha elithatyyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Kungathabatha iintsuku ezingama 60 ukuze kuqhubekiswe isicelo.
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Ifowuni:
Ifeksi:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
